23.2 C
King William's Town
Saturday, March 2, 2024

Ingozi Zendlela Indaba

Kubhubhe igosa le zendlela kwingozi emanyumnyezi eMpuma Koloni

Igosa lezendlela eMpuma Koloni lisweleke kwingozi yemoto emanyumnyezi kuhola wendlela u-N2 eKinkelbos ngaphandle kwaseNelson Mandela Bay. Isebe lezothutho eMpuma Koloni lisiqinise esi sehlo ngoLwesibini. Isithethi seli...

Ulwaphulo Mthetho Indaba

Ezolonwabo Indaba

I-Montywood izakubamba amabhaso kwicandelo le film eMonti

Iqonga lokusasaza ividiyo elivelisa kwaye liphuhlise ubu Africa i-Montywood, kulindeleke ukuba lisingathe umsitho walo wokuqala weembasa ngomhla wesi-2 ku March kulo umiyo eGuild Theatre...

Ezepolitiki Indaba

Igutyungelwe luqhanqalazo iSOPA eMpuma Koloni

Intetho yobume bePhondo ngoLwesine eyenziwe yinkulumbuso yephondo leMpuma Koloni, uOscar Mabuyane, iphawuleka ngokuphazanyiswa yiEFF, ethe amalungu ayo epalamente akhutshelwa ngaphandle, ngelixa abafundi nabanye abahlali...

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
23.2 ° C
23.2 °
23.2 °
39 %
5.5kmh
1 %
Sat
30 °
Sun
27 °
Mon
32 °
Tue
29 °
Wed
24 °

Ezithandwayo Indaba

spot_img
spot_img

Ezihamba phambili

Ezishushu

spot_img
Enable Notifications OK No thanks