Home Iindaba Abarhanelwa ababini ababandakanyeka ekubulaweni abantu abalishumi elinesibhozo balindeleke enkundlelini

    Abarhanelwa ababini ababandakanyeka ekubulaweni abantu abalishumi elinesibhozo balindeleke enkundlelini

     

    Abarhanelwa ababini ababanjwe ngokubulala abantu abalishumi elinesibhozo (18) eLusikisiki kwinyanga ephelileyo, bazakuvela enkundleni ngesicelo sabo sebheyile.

    UZenande Paya, noMawethu Nomdlembu bafunyanwa nemipu emine (4) neembumbulu ekutyholwa ukuba zafuduselwa kwezinye iindawo emva kokubulawa kwabantu eLusikisiki.

    UMbuso kulindeleke ukuba asikhabe Isicelo sebheyile. Abanye abane (4) abatyholwa kunye nabo bazilahlile izicelo zabo zebheyile.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks