Home Iindaba Abarhanelwa abahlanu abebebanjwe ngooKhetshe izolo eKapa babuyela emkhumbini!

Abarhanelwa abahlanu abebebanjwe ngooKhetshe izolo eKapa babuyela emkhumbini!

Bazakubuyela phambi kweNkundla kaMantyi yaseKapa abarhanelwa abahlanu abebebanjwe ngooKhetshe izolo kwisixeko sase Kapa kumatyala awoyamene Nobuqhophololo, Ubusela kwakunye neMoney Laundering engqamene nenkampani yeConstruction yaseGqrberha iPro-Khaya Construction.

Abarhanelwa abathathu baye bakhululwa ngamawaka-waka erandi(R5000) nge-bail izolo, ukanti isibini sakwa Marais sona siye sashiyeka eluvalelweni ukuze bavele kwakhona ngaleNtsana.

Abarhanelwa bachazwe njengaba balandelayo: Faris Monan(37), SihaamTifloen(37), Nicholas Cloete(46), Edward Marais(59)and Anthea Marais(48)

Exit mobile version
Enable Notifications OK No thanks