Home Ezemidlalo Amakhosi atshonelwe lilanga Kwi-CAF❗

    Amakhosi atshonelwe lilanga Kwi-CAF❗

    Aluvale ngenyembezi usuku lwe Valentines AMAKHOSI nabalandeli bawo njengoko Uhambo lwayo kwi-CAF  luphele kabuhlungu emva kokubethwa ngo’2–1 yi Zamalek SC eYiphutha ngobubusuku Bangor Mgqibelo. Amakhosi ebedinga nje i-draw ukuze afumane indawo kwi-quarter-final, kodwa amanqaku amabini esiqingatheni sesibini awandululele kwantshabalala lomaphupho. Esi siphumo sishiye Kaizer Chiefs begqibe kwindawo yesithathu kwiQela D, bephoswa yindawo ye-knockout ngenxa yomahluko omncinane.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks