Home Iindaba Amapolisa eMthatha acela ukuncediswa ekukhangeleni umntu olahlekileyo.

    Amapolisa eMthatha acela ukuncediswa ekukhangeleni umntu olahlekileyo.

    Amapolisa aseNgangelizwe eMthatha acela kuluntu ukuba luncedise ekufumaneni uZolani Soga oneminyaka engamashumi amabini anesine (24) wase-106 Mabhovula Street-Ngangelizwe, nowashiya ikhaya ze akaphinda abuye ngo-Okthobha ka-2024.

    UZolani Soga wayenxibe ibhulukhwe emnyama kunye nebhatyi e-orenji. Onolwazi malunga nokuba uphi uZolani Soga makatsalele abecuphi baseNgangelizwe: iGosa loPhando – uConstable Isaac kule nombolo: 0829212429 okanye iNombolo yaseOfisini: 047 – 5350334 okanye iCrime Stop Number 0860010111.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks