Home Iindaba ANC IFUNA UBEKA IMITHETHO EQATHA KWIVENKILE ZASEKUHLALENI

    ANC IFUNA UBEKA IMITHETHO EQATHA KWIVENKILE ZASEKUHLALENI

     

    Ikomiti elawulayo yeANC imemelela urhulumente ukuba athathele amanyathelo angqongqo kwiivenkile zasekuhlalenj.
    Umongameli weli qela uCyril Ramaphosa uthi kukho inkxalabo ngokunyuka kweziganeko zokubhubha kwabantwana, emva kokutya ukutya okuthengwe kwiivenkile zasekuhlaleni.

    Ukwancome amapolisa ngokubamba abarhanelwa ababandakanyeka kumatyala atyholwa ngokuba athengisa ukutya okunetyhefu, kunye nokusweleka kwabantu abaninzi eMpuma Koloni naKwaZulu-Natal.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks