12.6 C
King William's Town
Thursday, March 27, 2025

I-ANC ibekele bucala uLwesithathu kwindibano yoluleko yowayesakuba ngumongameli uJacob Zuma.

I-ANC ibekele bucala uLwesithathu njengomhla wendibano yoluleko yowayesakuba ngumongameli uJacob Zuma.

UMnumzana Jacob Zuma ubekwe ityala lokwaphula uMgaqo-Siseko wombutho we-ANC emva kokuba exhase umbutho woMkhonto weSizwe.

Le ndibano yenzelwe ukuba ibanjwe ngokobuxhaka-xaka bedijithali kodwa kukholelwa ukuba uZuma usajongene nemiba yokhetho lwakhe kwaye efuna angathatha isigqibo sokuya enkundleni ukuze ityala lichotshelwe.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
12.6 ° C
12.6 °
12.6 °
84 %
1.9kmh
0 %
Thu
23 °
Fri
26 °
Sat
27 °
Sun
25 °
Mon
27 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks