21.9 C
King William's Town
Friday, April 5, 2024

I-SANDF ikhupha amagama amajoni abulewe e-DRC

Umkhosi wokhuselo welizwe loMzantsi Afrika ukhuphe amagama amajoni abulewe kuhlaselo lwaseDemocratic Republic of Congo ngoLwesithathu.

Phakathi kwabo balandulele eli kuquka kubo uKapteni uSimon Mkhulu Bobe kunye noLance Corporal u-Irven Thabang Semono.

“Omabini amajoni ebesebenza kwi-1 South African Infantry Battalion kwaye abethunyelwe kunye ne-2 South African Infantry Battalion xa ethe wabhubha ngequbuliso.

“Iinkcukacha ngenkonzo yesikhumbuzo neyomngcwabo ziza kuchazwa ekuhambeni kwexesha,” utshilo obambeleyo wesithethi seSANDF, uColonel Selina Rawlins.

Uthe amajoni amathathu athe wonzakala asesibhedlele kwaye akwimeko entle.

UMphathiswa wezoKhuselo kunye namagqala oMkhosi, uThandi Modise, kunye neNtloko ye-SANDF badlulise amazwi ovelwano olunzulu kusapho, oogxa babo, nezihlobo zabangasekhoyo kwaye banqwenelela ukuphila okukhawulezileyo kwabonzakeleyo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
21.9 ° C
21.9 °
21.9 °
41 %
3.1kmh
0 %
Thu
22 °
Fri
19 °
Sat
13 °
Sun
16 °
Mon
21 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks