16.2 C
King William's Town
Tuesday, October 8, 2024

Ilindeleke ivele kwinkundla kamatyi intombazana ebanjwe neziyobisi kwisikhululo senqwelo-moya iOR Tambo, ngeCawe

Owasetyhini oneminyaka engamashumi amabini ananye (21) ubudala otyholwa ngokurhweba ngeziyobisi eMzantsi Afrika nobanjwe kwisikhululo seenqwelomoya i-OR Tambo eRhawutini ngeCawe ukuza kuthi ga ngoku, ukhuphe iimbumbulu zeziyobisi ezingaphezu kwekhulu elineshumi (110) ekurhaneleka ukuba yiCocaine.

Amapolisa akwisikhululo seenqwelomoya athi oku kungaphezulu komndilili weembumbulu zeziyobisi ezibanjwa zininzi kwisikhululo seenqwelomoya i-OR Tambo ezidla ngokuphathwa. Babongoza abantu ukuba bangazibandakanyi ngokugqithisileyo bebeka ubomi babo emngciphekweni njengoko oku kungajika kubabulale.

Amapolisa nawo axhalabile ngokubandakanyeka kwamanina aselula kolu hlobo lolwaphulo-mthetho.
Lo wasetyhini kulindeleke ukuba avele phambi kweNkundla kaMantyi eKempton Park, namhlanje.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
16.2 ° C
16.2 °
16.2 °
82 %
6.7kmh
48 %
Tue
16 °
Wed
31 °
Thu
36 °
Fri
26 °
Sat
34 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks