Home Iindaba IMBALI YOMNINI WE-WENDAWO YENTSELO OBULELE ​​ABANTU ABASIXHENXE.

IMBALI YOMNINI WE-WENDAWO YENTSELO OBULELE ​​ABANTU ABASIXHENXE.

Le nyhikityha yokubulawa sesinye kuluhlu olwandayo lweziganeko zokudutyulwa kwabantu abaninzi eziphakamisa imibuzo engakumbi malunga nokulawulwa kwemipu kweli lizwe

By Anita Qubula

“Nokuba uswelekile umnini wendawo yentselo, ubomi bakhe obunye abunakuthelekiswa nobabantu abasixhenxe (7) abasilahlekeyo.”

Anga ngamzwi avela kubahlobo kunye namasapho alwamaxhoba odushe lwakusasa ngeCawe eOrange Farm akuva ukuba umdubuli, ongumnikazi wendawo yentselo yasekuhlaleni, uzithathele ubomi bakhe.

Le nyhikityha yokubulawa sesinye kuluhlu olwandayo lweziganeko zokudutyulwa kwabantu abaninzi eziphakamisa imibuzo engakumbi malunga nokulawulwa kwemipu kweli lizwe.

Exit mobile version
Enable Notifications OK No thanks