Home Iindaba Imihla yokuhlawulwa kwemali yesibonelelo yakwaSassa kwinyanga yoMnga

    Imihla yokuhlawulwa kwemali yesibonelelo yakwaSassa kwinyanga yoMnga

    By Sophumelela Singqota

    I-Arhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yaseMzantsi Afrika (i-SASSA) iqinisekise imihla yokuhlawulwa kwezibonelelo zentlalo kwinyanga yoMnga ka-2025.

    Imihla yokuhlawulwa kwemali yesibonelelo kwinyanga yoMnga 2025

    ISibonelelo sabantu abadala: NgoLwesibini, 2 kweyoMnga 2025

    ISibonelelo solukhubazeka: NgoLwesithathu, umhla wesi-3 kweyoMnga 2025

    ISibonelelo sabantwana: NgoLwesine, umhla wesi-4 kweyoMnga 2025

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks