20.2 C
King William's Town
Tuesday, April 16, 2024

Iqela lezopolitiko iANC linomongameli omtsha.

Iqela lezopolitiko iANC, livuyisana nowasetyhini nogama linguSisisi Tolashe ovotelwe njengoMongameli weANC Women’s League (ANCWL) kwingqungquthela ebibanjelwe eRhawutini.

Lengqungquthela, nebizonyaswe ngabaPhathiswa kuquka noMongameli weli uCyril Ramaposa yenzeke ngempumelelo.

Ukanti uMama uSisisi phambi kokungena kwesisikhundla sitsha ebenguSekela Mphathiswa kwi-Ofisi kaMongameli ejongene namanina, ulutsha kunye nabantu abakhubazekileyo.

Abanye abaphumeleleyo kuvoto nguSekela Mongameli: Lungi Gcabashe

Unobhala jikelele: Nokuthula Nqaba

USekela Nobhala Jikelele-Dina Pule

Unondyebo Jikelele(treasure) – Letsoha-Mathae MaQueen

UMongameli omtsha uthembisa ngokuqubisana ngqingqwa nokuxhatshazwa kwamanina noluntu ngokwesini. Ukwathe uyalwazi ulwamvila leengxaki uMzantsi Afrika ajongene nalo kwaye uzakusebenza ukuqubisana nazo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
20.2 ° C
20.2 °
20.2 °
87 %
3.9kmh
99 %
Tue
20 °
Wed
31 °
Thu
29 °
Fri
30 °
Sat
32 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks