9.9 C
King William's Town
Friday, October 3, 2025

Isebe lecMicimbi yezeKhaya yongeza iiyure zokusebenza phambi kobhaliso lwabavoti

ISebe leMicimbi yezeKhaya landise iiyure zokusebenza ngeempelaveki zokuqokelela izazisi phambi kwempelaveki yokuqala yokubhalisela ukuvota.

Kwingxelo yangoLwesihlanu, isebe lithe ulwandiso lwexesha kungenxa yokuhlangabezana neemfuno zokuqokelelwa kwezazisi kwaye iiyure zokusebenza zizokwandiswa ngeeyure ezintlanu.

Isithethi seSebe lezeKhaya, uSiya Qoza, uthi ii-ofisi zizakuvulwa ngoMgqibelo umhla we-4 kweyeNkanga, ngokunjalo nangoMgqibelo weshumi elinanye kweyeNkanga, iiyure ezintlanu ukuze abantu bathathe izazisi zabo kunye namapasi phambi kwempelaveki yokubhalisela ukuvota ngomhla weshumi elinesibhozo noweshumi elinesibhozo kule nyanga.

Iiyure zokusebenza ziya kuqala ngo-8 am ukuya ku-1pm.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
9.9 ° C
9.9 °
9.9 °
84 %
1.2kmh
90 %
Fri
16 °
Sat
33 °
Sun
24 °
Mon
27 °
Tue
24 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks