Home Iindaba Ityala labarhanelwa abahlanu abatyholwa ukuba ngamalungu abanga imali yokhuseleko lihlehliselwe uMvulo.

Ityala labarhanelwa abahlanu abatyholwa ukuba ngamalungu abanga imali yokhuseleko lihlehliselwe uMvulo.

Amalungu amahlanu (5) atyholwa ngokuba ngamalungu ombutho wokwakha avele kwinkundla kamantyi yaseCamperdown, KwaZulu-Natal kway ityala lihlehliselwe uMvulo.

By Anita Qubula.

Amalungu amahlanu (5) atyholwa ngokuba ngamalungu ombutho wokwakha avele kwinkundla kamantyi yaseCamperdown, KwaZulu-Natal kway ityala lihlehliselwe uMvulo.

Esi sihlanu sibanjwe kwinyanga ephelileyo ngezityholo zokuphazamisa ukwakhiwa kwebhulorho eMsunduzi, kwaye abaxholovane bajongene nezityholo zobuqhetseba kwaye kulindeleke ukuba bafake isicelo sebheyile.

Abaqhankqalazi baye baphazamisa iiprojekthi KwaZulu-Natal, befuna ukubandakanyeka kwiiprojekthi okanye iintlawulo zokukhusela.

Exit mobile version
Enable Notifications OK No thanks