17.3 C
King William's Town
Tuesday, March 5, 2024

IZIPHUMO ZE MATRIKI 2023

Iphondo leMpuma Koloni libuye nomyinge ka 81.42% kwiziphumo zeMatriki zonyaka ka 2023.

Ngabafundi abangama 98 418 ebebebhalisele ukuchophela iimviwo zeMatriki, kwabhala abangama 95 697 abaphumelele emagqabini bangama 77 917 kwiphondo leMpuma Koloni.

Kunyaka ophelileyo iphondo leMpuma Koloni belibuye nomyinge ka 77.3%.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
17.3 ° C
17.3 °
17.3 °
89 %
2.5kmh
63 %
Tue
28 °
Wed
27 °
Thu
32 °
Fri
30 °
Sat
27 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks