14 C
King William's Town
Tuesday, October 28, 2025

Kubanjwe amashumi amabini emva kogqogqo lwendlela eGqeberha

Umasipala ombaxa waseNelson Mandela Bay uqhube iphulo ngokubambisana namaSebe kaRhulumente kaMasipala ohlukeneyo ngeenjongo zokugxila kwimisebenzi engekho mthethweni eKorsten, kwindlela iDurban Road.

Kwiyure yokuqala yogqogqo, amapolisa ohlutha iimpahla zomgunyathi ezixabisa ngaphezulu kwamakhulu amathathu amawaka eerandi (R300,000).

Abanini beevenkile abaliqela baye bohlwaywa ngokungathobeli nokuthengisa ukutya ngaphandle kweziqinisekiso zempilo eziyimfuneko, lo gama abanye betshintshe indawo zabo ngaphandle kwemvume.

USekela-Mkomishinala wamaPolisa eSithili uRonald Koll uluncomile olu gqogqo njengempumelelo enkulu nanjengoko abantu bebanjwe bengalindelanga.

Kwangaxeshanye, abemi bamazwe angaphandle abangamashumi amabini (20) babanjelwa ukuba kudala lilindelekile kwaye luyimfuneko.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14 ° C
14 °
14 °
91 %
2.1kmh
8 %
Tue
14 °
Wed
23 °
Thu
20 °
Fri
35 °
Sat
21 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks