15.4 C
King William's Town
Friday, December 1, 2023

KUBHUBHE ABANTU ABABINI KWINGOZI YEMOTO EGONUBIE IZOLO.

Kubhubhe abantu ababini ngethuba isithuthi ebesikhwele kuso esisibini siphuma endleleni saya kuntlitheka emthini kunye nepali yesibane sezitalalo.

Ingozi yenzeke kuhola wendlela iGonubie izolo, ngokuhlwa. Kutyholwa ukuba umqhubi weBMW SUV woyiswe kukuthatha igophe wabetha imithi kunye nepali yesibane sezitalato, wabulala bobabini abangamadoda ebebesemotweni.
Kutyholwa ukuba imoto ibisuka kwihotele iGonubie isiya ngaku-N2 ngethuba isithuthi siphuma endleleni sangqubana nomthi kunye nepali yesibane sezitalato.

Uxwebhu lokubulala abantu ngokungenanjongo luye lwavulwa kwinkonzo yesiPolisa yoMzantsi Afrika eseGonubie.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
15.4 ° C
15.4 °
15.4 °
66 %
3.3kmh
54 %
Fri
41 °
Sat
26 °
Sun
27 °
Mon
21 °
Tue
21 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks