Home Iindaba Kudutyulwe kwasweleka abarhanelwa abathuthu ngethuba bezama ukuba imoto

    Kudutyulwe kwasweleka abarhanelwa abathuthu ngethuba bezama ukuba imoto

    Kubhubhe abarhanelwa abathathu abebezama ukuba imoto eMariannhill eThekwini emva kokudubulana namapolisa.

    Kwingxelo, amapolisa athi imoto le ibigcwele izixhobo zekhaya. Bathi uphando lwabo lulandele umkhondo wemoto eyabiwayo ukuya kutsho kwihostele yaseKlaarwater eMariannhill.

    Kuthe ngethuba amapolisa eleqa abathanelwa ngesantya esiphezulu abarhanelwa baqalisa ukudubula amapolisa aze abuyisa ezawo imbumbulu. Abarhanelwa bafunyenwe benemipu emibini kunye neembumbulu ezininzi.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks