Home Iindaba Kuvulwe ityala kwaNobuhle emva kokubhubha kwabantwana berhaxwe ngamanzi.

    Kuvulwe ityala kwaNobuhle emva kokubhubha kwabantwana berhaxwe ngamanzi.

    Abecuphi beSAPS Kwanobuhle bavule uphando malunga nokurhaxwa kwabantwana ababini ngoMvulo umhla wesithathu (03) kweyoMdumba 2025 kwidama eligcina amanzi kwindawo yakwanobuhle.

    Abecuphi beSAPS Kwanobuhle bavule uphando malunga nokurhaxwa kwabantwana ababini ngoMvulo umhla wesithathu (03) kweyoMdumba 2025 kwidama eligcina amanzi kwindawo yakwanobuhle.

    Kutyholwa ukuba ngezithuba zemizuzu elishumi elinesibhozo emveni kwentsimbi yesithandathu (18:30) uluntu lweva isikhalo sabantwana abaxhwalekileyo kwidama laseReservoir elikwikona ye-10th Avenue ne-1st Avenue kwaNobuhle, ekufikeni kwabo apho, uluntu lwafumana umntwana omnye oyinkwenkwe uIviwe Zakumba (3), uyise wafika wambalekisela kwisibhedlele sase-Laetitia Bam kodwa wasweleka ekufikeni kwakhe.

    Intwazana eneminyaka esixhenxe (7), uBotwelethu Zakumba, kutyholwa ukuba ebengaphakathi kumngxuma osecaleni kwedama, nalapho kuthe kwalungiswa ixeshana, ze kwagcwala umngxuma ngamanzi. Abantywili be-SAPS baye babizelwa ukuzonceda, ze bawufumana umzimba wale ntwazana.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks