Home Iindaba Liyanda inani labafundi abayeka phakathi esikolweni.

    Liyanda inani labafundi abayeka phakathi esikolweni.

    Inkxalabo iyakhula ngenxa yezinga eliphezulu labantwana abayeka phakathi esikolweni kumaziko emfundo ephakamileyo.

    Inkxalabo iyakhula ngenxa yezinga eliphezulu labantwana abayeka phakathi esikolweni kumaziko emfundo ephakamileyo, enxulumaniswa ngokukodwa nokukhetha izifundo ezinga lungelelaniswanga.

    Iingcali zithi le yingxaki ethe cwaka ekufuneka isonjululwe njengoko ishiya uninzi lwabafundi “abayekayo”- kunye neentsapho zabo – bekwimeko embi ngokwezimali kunokuba bebenjalo ngaphambi kokuba bashiye isikolo.

    Uphando lubonisa ukuba umfundi omnye kwabasibhozo wayekholelwa ukuba akazange enze ukhetho olufanelekileyo lokufunda xa wayeqala ukukhetha imisebenzi yakhe.

    Anita Qubula

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks