Usana olunenyanga ezilishumi elinesibhozo-18months ubudala ebelubhengezwe njengolunyamelele ebhedini ngomhla we 21 kule nyanga ka January 2026, lufunyenwe sele wonakele umzimba libhubhile ngemvakwemini yayizolo-29 January.
Oku sana nobelupapashwe ngesicelo sokuncedisa ukufunisa ngabalahlekileyo yi-Khula EC ka Bawo uPetros Majola olitsha ntliziyo lokulwela amalungelo oluntu eMpuma Koloni luchazwe njengo Analo Mpoco.
Ingxelo eziphuma kusapho zithi udadewabo wale Nkwenkwana oneminyaka eyi-18 uye Wavalelwa ngabakwa Ntsasana njengo mrhanelwa wokuqala kwwlityala.
