Home Iindaba Lusuku lokugqibela lokuziswa kwePalamente eluntwini kuMasipala we-BCMM

    Lusuku lokugqibela lokuziswa kwePalamente eluntwini kuMasipala we-BCMM

    By Sophumelela Singqotha

    Isaqhubeka inkomfa kaMasipala wase BCM nabahlali ngomhla namhlanje (23/10). Lengqungquthela ibiqale ibiqale kwiintsuku ezimbini ezidlulileyo, njenge phulo le Palamente yephondo lweMpuma Koloni yokuzisa Inkonzo, iingxelo eluntwini.

    IMAGE: Olwethu Mabhala

    Lomsitho ubanjelwe eMonti kwi hotele yodidi oluphezulu eyaziwa ngokuba yi ICC.

    Namhlanje kulindeleke ukuba kuqukunjelwe iingxelo neengxoxo nabahlali kunye neenkokheli zika Rhulumente.

     

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks