Ngabantu abasibhozo(8)ababhube kwingozi emasikizi

Abantu abasibhozo bebonke babhubhile abanye abasibhozo basinda konzakala nje ngethuba iveni abebehamba ngayo ibhukuqa kwindlela yasemaphandleni eKhalalo AA e-Elliotdale ngokuhlwa izolo (ngecala emva kwentsimbi yesihlanu ngokuhlwa).

Kutyholwa ukuba umqhubi weveni ebikhwele abantu abalishumi elinesithandathu uphulukene nolawulo lwemoto, yaphuma endleleni, yabe iqengqeleka amatyeli aliqela.
Abantu abasibhozo babhubhele kwindawo yexhwayelo, logama abanye abasibhozo, kuquka nomqhubi – basiwe kwisibhedlele saseMadwaleni.

Ityala lokubulala ngokungenhloso livuliwe ukuze kuphandwe.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.5 ° C
17.5 °
17.5 °
92 %
2kmh
97 %
Sun
20 °
Mon
21 °
Tue
22 °
Wed
30 °
Thu
24 °

EZITHANDWAYO INDABA