11.4 C
King William's Town
Thursday, October 2, 2025

Sizakuvela enkundleni isithathu (3) esinokukhokelela ekubanjweni kwababulali bosapho lwaseLusikisiki.

By Anita Qubula

Kubanjwe abarhanelwa abathathu (3) eLusikisiki malunga nezityholo zokudubula babulale abantu abalishumi elinesibhozo (18). Kulindeleke ukuba bavele enkundleni ngentsasa yanamhlanje.

Umrhanelwa wesine uchongiwe kwaye amapolisa alindele ukumbambha kungekudala.

Umphathiswa wamapolisa uSenzo Mchunu ebethetha kwinkonzo yesikhumbuzo samaxhoba ngeCawe. Abahlali belali yaseNgobozana bathi boyikisela ubomi babo ukusukela oko kubulewe intlaninge yosapho, babongoza amapolisa ukuba abambe ababulali kwaye aqinisekise ukhuseleko loluntu olunoxolo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
11.4 ° C
11.4 °
11.4 °
81 %
2kmh
89 %
Thu
11 °
Fri
16 °
Sat
34 °
Sun
24 °
Mon
29 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks