22.5 C
King William's Town
Monday, May 12, 2025

Umbutho omtsha iRise Mzansi ubuseDuncan Village izolo.

Inkokheli yeqela lezopolitiko iRise Mzansi, nogama linguSongezo Zibi ibityelele kwilokishi yaseDuncan Village eMonti izolo.

Lenkokheli yamkelwe ngabazalwane benkonzo iConsuming Fire, nekhokelwa ngumfundisi wayo uMilakhe Zamomzi. Ngethuba sincokola noSongezo, simhlaba imibuzo kanye ngokuqalwa kweliqela uthi, iRise Mzansi yaqalwa kwiminyaka emibini edlulileyo, kodwa ijongo yalo ngeloxesha yayingekuba ibeliqela lopolitiko kodwa ukuphuhlisa uluntu kwanokubaququzelela ukuba bavote. Ukwathe bakwenza oko kuba babebona imeko yelizwe loMzantsi Afrika nebonakala ukuba izonto azide zilunge.

Kananjalo kwahlalwa kwaboniswana ze labe eliqela iRise Mzansi iyaphumelela ekubeni ibe liqela lezopolitiko. UZibi ukwakhuthaze abantu baseDuncan Villlage ukuba bavote, futhi nokuba bavotele nawuphi na umbutho kodwa abantu mabavote.

IRise Mzansi ithi xa kungoku ikhula ngabantu bayi 20 000 ngeveki, kwaye babona unyaka ozayo benezigidi ezingaphaya kwesibini (2million) zabo bangamalungu alombutho umtsha.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
22.5 ° C
22.5 °
22.5 °
22 %
4.1kmh
38 %
Mon
22 °
Tue
24 °
Wed
29 °
Thu
28 °
Fri
31 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks