27.1 C
King William's Town
Monday, February 17, 2025

UMotsoaledi uthi ukubhaliswa kade kweemveku ezosandakuzalwa kusengumqobo eMpuma Koloni

Umphathiswa wesebe lezekhaya uGqirha Aaron Motsoaledi uthi ukubhaliswa kade kwabantwana abasanda kuzalwa kuseyingxaki enkulu eMpuma Koloni.

UMotsoaledi utyelele eGqeberha eMpuma Koloni apho ebethethathethana nabahlali baseNew Brighton ngemiba emalunga nemicimbi yasekhaya.

Wabaxelela ukuba iinkqubo ezibandakanya ukubhaliswa emva kwexesha lokuzalwa zinde.

UMotsoaledi uthi iinkonzo zokubhalisa ngokuthe ngqo ziyafumaneka kwizibhedlele ezithile ukuqinisekisa ukuba iintsana ezisanda kuzalwa ziyabhaliswa ngokukhawuleza.

Uthi, “Isebe lezeKhaya lisebe elingundoqo, azikho izinto ezininzi onokuzenza eMzantsi Afrika ukuba iSebe lezeKhaya alisebenzi – esikolweni, ukuya emapoliseni, ukuya ebhankini, ukuya kwaSASSA, iSebe leZindlu. , ukuHlaliswa koLuntu – kuyo yonke loo nto kufuneka uchongwe ngesazisi. Ngeso sizathu, kubalulekile ukuba abantu baqonde ukuba kuqhubeka njani oku kwaziwa. ”

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
27.1 ° C
27.1 °
27.1 °
59 %
1.3kmh
100 %
Mon
32 °
Tue
31 °
Wed
20 °
Thu
26 °
Fri
30 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks