Home Iindaba Utshe wabhubha owasetyhini ngumlilo ubuvutha endlini yakhe.

Utshe wabhubha owasetyhini ngumlilo ubuvutha endlini yakhe.

Ngentsasa yangoLwesibini malunga nemizuzu esibhozo (08:00) amapolisa aseWalmer asabele kwindlu ibisitsha eLovemore Park, eGqeberha.

Ngentsasa yangoLwesibini malunga nemizuzu esibhozo (08:00) amapolisa aseWalmer asabele kwindlu ibisitsha eLovemore Park, eGqeberha.

Athe amapolisa xa efika kulendlu, afumana owasetyhini okhulelweyo kunye nomntwana walo omncinci ngaphandle endlini. Omabini la maxhoba afunyenwe enamanxeba amancinci entloko.

Kuphando obelusenziwa nagamapolisa afumanise ukuba elinye igumbi le ndluni listhe langqongqa ngumlillo, kwaye kwafunyanwa umzimba wendoda womyeni welibhinqa oneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo (38) ubudala ebhubhile ngenxa yomlilo.

Unobangela womlilo awukaziwa kwaye usaphandwa. Kuvulwe idokethi yophando.

Exit mobile version
Enable Notifications OK No thanks