Home Iindaba Uzakugwetywa kunyaka ozayo Julius Malema

    Uzakugwetywa kunyaka ozayo Julius Malema

    Efunyenwe enetyala enjalo uMalema uthi akakoyiki ukubanjwa nanjengoko oko kumenza iqhawe lomzabalazo, ikwayiyo nento ebeyilindele ukuba izakwenzeka.

    Ibilityala elithathe iintsuku ezintathu ukuze liqukunjelwe kodwa kude kwafikwa esiphelweni nangona isigwebo singekawiswa yinkundla.

    Kaloku lenkokheli yombutho wezopolitiko iEFF uJulious Malema ifunyenwe inentyala lokuba nompu nokuwusebenzisa ngokungekho mthethweni ze ugxa wakhe uSnyman waphuma “etshaya”

    Uthi kudala ebona ukuba utshaba kakade belufuna yena kwaye uthi nangona kunjalo akazukuyeka umxakatho kangangokuba ngomhla we 23 January ulindele isigwebo azimisele ukufaka isicelo sesithintelo.

    Ngamazwi akhe uthi abalandeli bakhe mabangakhathazeki oku uzakuqubisana nako.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks