12.6 C
King William's Town
Thursday, March 27, 2025

UZuma kuthwa akafanelanga ungena kwiNdlu yoWiso-Mthetho.

Abameli bakaMnumzana Jacob Zuma baye bachaza ukuba uJaji Dhaya Pillay “uye warhoxa ngokuzithandela nangenxa yesazela sakhe ekuthatheni inxaxheba kwisigqibo esichasiweyo se-IEC apho ahleli khona njengoMkomishinala”.

I-IEC igqibe kwelokuba uZuma akafanelanga ukuba anyulwe kwiNdlu yoWiso-mthetho ngenxa yesigwebo sakhe seenyanga ezilishumi elinesihlanu ngenxa yokudelela.

By Anita Qubula.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
12.6 ° C
12.6 °
12.6 °
84 %
1.9kmh
0 %
Thu
23 °
Fri
26 °
Sat
27 °
Sun
25 °
Mon
27 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks