Bazakubuyela phambi kweNkundla kaMantyi yaseKapa abarhanelwa abahlanu abebebanjwe ngooKhetshe izolo kwisixeko sase Kapa kumatyala awoyamene Nobuqhophololo, Ubusela kwakunye neMoney Laundering engqamene nenkampani yeConstruction yaseGqrberha iPro-Khaya Construction.
Abarhanelwa abathathu baye bakhululwa ngamawaka-waka erandi(R5000) nge-bail izolo, ukanti isibini sakwa Marais sona siye sashiyeka eluvalelweni ukuze bavele kwakhona ngaleNtsana.
Abarhanelwa bachazwe njengaba balandelayo: Faris Monan(37), SihaamTifloen(37), Nicholas Cloete(46), Edward Marais(59)and Anthea Marais(48)



