Home Iindaba Amalungu osapho lakwaGupta asafunwa ngabakwa ntsasana boMzantsi Afrika.

Amalungu osapho lakwaGupta asafunwa ngabakwa ntsasana boMzantsi Afrika.

U-Atul noRajesh Gupta bafunwa ngabasemagunyeni boMzantsi Afrika ngezityholo zolwaphulo-mthetho lokusebenzisa gwenxa imali karhulumente efikelela kwiibhiliyoni zeerandi.

U-Atul noRajesh Gupta bafunwa ngabasemagunyeni boMzantsi Afrika ngezityholo zolwaphulo-mthetho lokusebenzisa gwenxa imali karhulumente efikelela kwiibhiliyoni zeerandi.

Ngokwengxelo lejelo lezeendaba i-eNCA, umkhuluwa wabo uAjay, kunye nomntakwabo uAnil, bahleli kwintolongo yaseIndiya emva kokubanjwa ngoMeyi malunga nokuzibulala kukasomashishini wela lizwe.

UNeeshan Bolton, umlawuli olawulayo we-Ahmed Kathrada Foundation, nothe waphembelela ukuba abakwaGupta baziswe ematyaleni, uthethe oku hethuba esenza udliwano ndlebe neejelo leendaba ze-eNCA.

Exit mobile version
Enable Notifications OK No thanks