Home Ezoshishino Ezibuhlungu azipheli, ingakumbi ukufa komtu obelitshantliziyo kwabamthandayo

    Ezibuhlungu azipheli, ingakumbi ukufa komtu obelitshantliziyo kwabamthandayo

    Uluntu lwaseMtata eMpuma Koloni, lubambe ongezantsi kukothuswa ziindaba zokudutyulwa kubulawe usomashishini owaziwayo kakhulu nekuvakala ukuba ebethandwa kakhulu luninzi.Ezindaba zithe ndii ngentseni yanamhlanje  kumakhasi ezonxibelelwa zichaza ukuba usaziwayo ogama linguDJ Zwelinzima Pk Dweba nobengumnikazi weSo what lounge kunye neHighness eMthatha ubhubhile.

    Abantu baseMtata kuquka noosaziwayo bavakalise umothuko kambe besitsho namazwi abo ovelwano kwizihlobo nezalamane zika DJ PK.

    Okwangoku iingcombolo ezigcweleyo ngesisiganeko azikachazwa okanye isizathu sokubulawa kwakhe nanjengoko inkonzo yesipolisa ingekaphemfumli.

     

    elinqaku lisaqhuba….

     

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks