Home Iindaba INigeria ifuna imbuyekezo ngenxa yabo babaleke eMzantsi Afrika

    INigeria ifuna imbuyekezo ngenxa yabo babaleke eMzantsi Afrika

    Ilizwe laseNigeria lithi lifuna imbuyekezo eMzantsi Afrika ngenxa yabemi bayo ababalekayo kweli lizwe.

    Lithi uninzi lwabo lwanyanzelwa ukuba bashiye amashishini, amakhaya kunye nezinye iziseko ezingundoqo kweli

    Abemi baseNigeria abangaphezu kwamakulu amathandathu (60 sele bebuyiselwe kwilizwe labo, ngelixa abanye abaninzi belinde ukubuyela emakhaya.

    Abemi bamanye amazwe bayacutshungulwa kwiindawo zokubuyisela abantu kwilizwe labo ukuze bavavanye imeko yabo.

    Kusenjalo amagosa athi abemi baseNigeria abamkileyo bebekweli lizwe ngokungekho mthethweni, ingxelo ephikisanayo neNigeria.

    Ithi izicelo zembuyekezo ziya kuxoxwa ngamanqanaba aphezulu xa ilahleko iqinisekisiwe.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks