Home Iindaba IVele enkudleni namhlanje indoda etyholwa ngokudlwengula umkhwetha KuCentane.

IVele enkudleni namhlanje indoda etyholwa ngokudlwengula umkhwetha KuCentane.

Simiselwe uLwesibini (07) isicelo sebheyile yendoda etyholwa ngokudlwengula umkhwetha kuCentane.

Umfanekiso: Stock image

By Anita Qubula

IVele kwiNkundla kaMantyi kuCentane namhlanje umhla wesitahndathu (06) kweyoMqungu indoda eneminyaka engamashumi amathathu anethoba (39) ubudala ngezityholo zokudlwengula umkhwetha kwilali yakuCentane.

Unobangela wokumiswa kwesicelo sebheyili kukuba belingekho igqwetha lomtyholwa.

Ukanti umama wexhoba uthi nangona esazi ukuba liyeza ixesha lokubizwa yinkundla xa selugqityiwe uphando, kodwa akakwazi kuhlala endlini ufuna kukhawuleziswe ubulungisa ngakumntwanakhe. Uthi akazokuphela mandla uzakuquqa kulenkundla de kugqitywe

Exit mobile version
Enable Notifications OK No thanks