Home Iindaba Lixesha elinzima kakhulu kushishino lwezolonwabo.

    Lixesha elinzima kakhulu kushishino lwezolonwabo.

    Umzantsi Afrika ufikelwe lilifu elimnyama kulo unyaka.

    Picture: Ntate Sello Motloung

    By Ongeziwe Ntondini & Vuso Siyakholwa

    Umzantsi Afrika ufikelwe lilifu elimnyama kulo unyaka.

    Umdlali othandekayo weqonga likamabonakude eMzantsi Afrika nowayesakuba ngumculi uSello Motloung, kwaziswe ukuba uswelekile namhlanje.

    Le ndoda yasibabala ngetalente yayo, inkanuko, kunye nokuzinikela okungagungqiyo. Ubukho bakhe buya kukhunjulwa kakhulu, kodwa ilifa lakhe liya kuqhubeka likhuthaza izizukulwana ezizayo.

    Ingxelo esiyifuemenyo idiza ukuba uMotloung usweleke ngemini yangeCawa umhla weshumi elinesihlanu kweyoMsintsi 2024.

    Usapho lwakhe lusothukile kwaye bacela ukuba banikwe imbeko ngeli xesha.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks