Home Iindaba Lumka!! ziyemka iimoto zabantu eMonti

    Lumka!! ziyemka iimoto zabantu eMonti

    Abahlali baseQuigney eMonti bayacelwa ukuba balumke kwaye baqaphele nanjengoko kukho isithuthi sohlobo lwePolo Vivo ehamba isitrato nesitrato ityhuthula iimoto zabantu.

    Kwisiganeko sakutshanje, kwimifanekiso engezantsi kubonakala indoda engaziwayo iphunguza okwenja ebe amaqanda logama ityhuthula inkcenkce zamavili emoto. Xa uqaphela isithuthi sakhe asinayo inumber plate.

    [adsanity align=’alignnone’ id=1628]

    Uyacelwa mhlali ukuba uqaphele kuba ezizigila mkhuba neziganeko ezikumila kunje, ziliqela. Akukabanjwa mtu okwangoku.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks