Home Iindaba Qaphela imeko imbi ezindleleni

Qaphela imeko imbi ezindleleni

Abasebenzisi beendlela baya babongozwa ukuba balumke xa besondela kwiindlela zephondo njengoko kukho izoyikiso zodaka

Nanjengoko iphondo lisathe gqolo ukugutyungelwa yimvula, neemvula ebezinetha kuninzi lweli phondo zibangele umonakalo ezindleleni. Kukwaxelwe ukudilika kodaka kwindlela enguR102 yaseKapa kufuphi neMondplaas kwindawo yaseHumansdorp kwakunye noR67 phakathi kweMakhanda neFort Beaufort. Akukho kuvalwa kwendlela okwangoku… Lumka kwaye ukhuseleke.

Exit mobile version
Enable Notifications OK No thanks