Home Iindaba Ubanjelwe ukuthengisa umthunzi wenkukhu uMakhulu oneminyaka engamashumi amathandathu (60)

    Ubanjelwe ukuthengisa umthunzi wenkukhu uMakhulu oneminyaka engamashumi amathandathu (60)

    Intsebenziswano entle phakathi kwe-SAPS kunye noluntu lubeneziphumo ezincumisayo xa ixhegwazana elineminyaka engamashumi amathandathu libanjwa eBugersdorp ngokuthengisa intsango.

    Kutyholwa ukuba ngomhla wesibhozo ka-Canzibe ku-2023 malunga ngo-12:40 emaxesheni,amalungu ecandelo lothintelo phulo-mthetho ayexakekile ejikeleza ngepatroli ezibonakalayo eziphezulu xa elandelela ulwazi malunga neziyobisi.

    Umrhanelwa uyaziwa kwaye emva kokugqogqwa kweplasitiki enentsango yakhe kuye kwafunyanwa iipakethe ezincinci ezingamashumi amathathu anesithathu(33) ezinentsango kuye.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks