Home Iindaba Ulahlekile, uyafunwa ekhaya

    Ulahlekile, uyafunwa ekhaya

    Inkonzo yesipolisa soMzantsi Afrika eJoza icela uncedo kuluntu ekufumaneni indoda elahlekileyo egama linguPumelelo Zweni, oqeshwe kwisebe lezoluleko nokwathiwa waduka eJoza ngoLwesibini umhla weshumi elinesibini kuTshazimpuzi ka2022. .

    UZweni wagqityelwa ukubonwa ngomhla we(9 April 2022) malunga nentsimbi yesibini(14h00) kumatyotyombe aseNkanini, eJoza eMakhanda.

    Ngexesha lokuduka kwakhe uZweni wayenxibe ijezi enamagqabaza amhlophe, ijean eblue kunye ne takkie ezimthubi(yellow) Unebala elimdaka , kwaye umalunga ne-1.6 yeemitha ubude kwaye ubhityile.

    Nabani na onolwazi olunokuthi ancede acacise ngendawo akuyo uyabongozwa ukuba axelele iGosa loPhando, uDetective Constable Ntomboxolo Nkolongo ku-062 036 558/ 046 602 2726 Lonke ulwazi luya kugcinwa luyimfihlo.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks