Home Iindaba Ojongene nezityholo zokudlwengula, uSipho Phiri ulindeleke enkudleni ngale ntsasa.

    Ojongene nezityholo zokudlwengula, uSipho Phiri ulindeleke enkudleni ngale ntsasa.

    Ityala lotyholwa ngoba ngumdlwenguli waseThembisa uSipho Lucas Phiri kulindeleke ukuba liqalise kusasa namhlanje.

    By Anita Qubula

    Ityala lotyholwa ngoba ngumdlwenguli waseThembisa uSipho Lucas Phiri kulindeleke ukuba liqalise kusasa namhlanje.

    UPhiri utyholwa ngokwenza ulawulo lobugrogrisi phakathi konyaka ka2018 ukuya ku2023. Utyholwa ngokudlwengula abasetyhini abamalunga namashumi amathathu anesixhenxe (37), abanye ngama ntombi asafikisayo.

    I-DNA eyafunyanwa kumaxhoba ngokuqinisekileyo imdibanisa namatyala angamashumi amabini ananye (21).

    Lo nogada wakwaPrasa nongumfundi wezomthetho kutyholwa ngokuba watsalela amaxhoba akhe emotweni yakhe phambi kokuba awahlasele.

    Exit mobile version
    Enable Notifications OK No thanks