30.2 C
King William's Town
Saturday, October 4, 2025

Abafundi bebanga lematriki babongozwe ukuba bafake izicelo zeNSFAS naphambi kokuba bafumane iziphumo

Umbutho wabafundi eMzantsi Afrika-(SAUS) ubongoze abafundi ukuba bafake izicelo zenkxaso-mali kaNSFAS ngokukhawuleza bangalindeli iziphumo zebanga leshumi phambi kokuba bafake izicelo.

Umhla wokuvalwa kwe-NSFAS wezicelo zowama-2024 ngowama-31 kuJanuwari. Isithethi seSAUS uAviwe Dlanjwa uthi le nkqubo iyaziwa ngokuwa xa ifumana izicelo ezininzi ngaxeshanye.

“Uninzi lwabafundi abaphumelele imatriki bebelindele iziphumo zabo ukuze bajonge ukuba baphumelele na okanye batshonile, sithi bazakushiyekelwa yiveki kuphela ukuba bafake izicelo.

Ke sithi mabafake izicelo ngoku. Akukho nto kwesi sicelo efuna ukuba uzazi iziphumo zakho, ufaka isicelo usebenzisa inombolo yesazisi sakho neyabazali bakho yiyo yonke into efunekayo,” utshilo uDlanjwa.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
30.2 ° C
30.2 °
30.2 °
25 %
3.5kmh
14 %
Sat
29 °
Sun
23 °
Mon
26 °
Tue
23 °
Wed
24 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks