Ityala labarhanelwa abahlanu abatyholwa ukuba ngamalungu abanga imali yokhuseleko lihlehliselwe uMvulo.

By Anita Qubula.

Amalungu amahlanu (5) atyholwa ngokuba ngamalungu ombutho wokwakha avele kwinkundla kamantyi yaseCamperdown, KwaZulu-Natal kway ityala lihlehliselwe uMvulo.

Esi sihlanu sibanjwe kwinyanga ephelileyo ngezityholo zokuphazamisa ukwakhiwa kwebhulorho eMsunduzi, kwaye abaxholovane bajongene nezityholo zobuqhetseba kwaye kulindeleke ukuba bafake isicelo sebheyile.

Abaqhankqalazi baye baphazamisa iiprojekthi KwaZulu-Natal, befuna ukubandakanyeka kwiiprojekthi okanye iintlawulo zokukhusela.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
9.8 ° C
9.8 °
9.8 °
83 %
2.4kmh
23 %
Fri
10 °
Sat
23 °
Sun
24 °
Mon
21 °
Tue
20 °

EZITHANDWAYO INDABA