Ikhethe inkokheli entsha i-WSU : uDr Thandiswa Mgwebi

IDyunivesithi iWalter Sisulu yonyule inkokheli entsha uGqirha Thandiswa Mgwebi. Oku kuza emva kokhuphiswano obelubandakanya abagqatswa abahlanu.

Lo ka Mgwebi uza kungena esikhundleni sakhe ngokusesikweni kulonyaka uzayo ka 2026, engena njenge USekela  Ngqonyela ezihlangwini zikaNjingalwazi Rushiella Songca.

Esi sibhengezo senziwe ngusihlalo webhunga leliziko lemfundo ephakamileyo uNjingalwazi Tembeka Ngcukaitobi ngemva kwemini ngoLwesithathu (22/10).

UMgwebi usebenza njengomnye weenkokheli ezilawulayo, kwiNational Research Foundation kwaye ukhe wabamba iindima eziphezulu nakumaziko aquka iDyunivesithi iNelson Mandela, iDyunivesithi yaseNtshona Koloni kunye neDyunivesithi yeTekhnoloji yaseTshwane.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
17.8 ° C
17.8 °
17.8 °
88 %
1.9kmh
98 %
Sun
17 °
Mon
22 °
Tue
24 °
Wed
31 °
Thu
33 °

EZITHANDWAYO INDABA