Iqela lebhola ekhatywayo loMzantsi Afrika iBafana-bafana liza kuqubisana neRwanda kumdlalo obalulekileyo wokuzibekela indawo kwiNdebe yeHlabathi ngale njikalanga(14/10/25). Lomdlalo ojongwe ngamehlo abomvu uzakudlalelwa kwibala laseMbombela.
Newsletter Subscription
- Advertisement -
King William's Town
overcast clouds
17.1
°
C
17.1
°
17.1
°
87 %
1.2kmh
94 %
Sun
21
°
Mon
21
°
Tue
23
°
Wed
30
°
Thu
32
°

