15.2 C
King William's Town
Wednesday, December 4, 2024

Imvula enethe ngamandla Kulempelaveki sisuka kuyo kwiphondo leMpuma Koloni, ishiye izikhukhula eGarden Route

Imvula eyongezelelekileyo kwiindawo ezinkulu zeMpuma Koloni ngempelaveki, kudale monakalo omandla eGarden Route.

Abesimo sezulu boMzantsi Afrika eGqeberha bathi kwezi ntsuku zintathu zidlulileyo kude kube yintsimbi ye-08:00 ngoMvulo, i-42mm yamanzi inganiswe lidama i-Kouga, i-25 ePatensie kunye ne-19 eKareedouw eLangkloof – eyona ndawo iphambili eNelson Mandela Bay.

Isithethi, uGarth Sampson uthi i-92mm ishicilelwe eGeorge, ngelixa imvula enamandla ikwabangele izikhukula eMossel Bay.

Uthi kumasipala ombaxa weNelson Mandela Bay, uphakathi kwe-11mm kunye ne-44mm ethe yamfumana.

USampson uthi emhlabeni, i44mm ilinganiswe eBhiso, 34 eMakhanda, 33 eMthatha, ne21mm eKomani.

Kwezinye iindawo ezigudle unxweme, iMonti ifumene i49mm nePort Alfred 12mm.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
15.2 ° C
15.2 °
15.2 °
91 %
1.3kmh
70 %
Wed
24 °
Thu
21 °
Fri
29 °
Sat
23 °
Sun
30 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks