27.1 C
King William's Town
Monday, February 17, 2025

Imvumi yeGospel, uSolly Moholo, utshintshelwe kwisibhedlele saseMzantsi Afrika ngobusuku bangoLwesithathu.

Le ndedeba yeGospel ingeniswe kwisibhedlele saseBotswana emva kokuwa emva komsitho kwiintsuku ezimbalwa ezidlulileyo.

Ingxelo yeqela likaMoholo ibonisa ukuba umculi kaKe Lahlile Botsotsi ufuna uqhaqho.

“USolly Moholo utshintshelwe kwisibhedlele saseMzantsi Afrika phezolo ngomhla wamashumi amabini anesibhozo kweyeThupha. Ngoku use-ICU kwaye oogqirha bafumanise ukuba uSolly Moholo ufuna uqhaqho olungxamisekileyo,” itshilo ingxelo.

Abo bazimisele ukuncedisa umculi kwiindleko zakhe zonyango bayakhuthazwa ukuba basebenzise iinkcukacha zeakhawunti ezilandelayo.

Igama lebhanki: First National Bank Umnini-akhawunti:Radipeke Mmaphora Business Enterprise Inombolo yeakhawunti: 62940235030 www.tzaneenvoice.co.za

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
27.1 ° C
27.1 °
27.1 °
59 %
1.3kmh
100 %
Mon
32 °
Tue
31 °
Wed
20 °
Thu
26 °
Fri
30 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks