Ingozi emasikizi eDutywa nesube imiphefumlo esibhozo(8)
Ngabantu abasibhozo(8) baphulukene nobomi babo ngelixa abasixhenxe(7) bonzakeleyo, emva kokuba imoto enye iye ayalawuleka yabhukuqa eDutywa kwindawo yakyDoti ukuya eMthatha.
Umqhubi uphulukene nolawulo lwesithuthi sibhukuqa sinabantu abasibhozo(8) abachongwe njengabakhweli nabathe babhengezwe njengababhubhileyo kwindawo yengozi ngelixa abane(4)kuquka nomqhubi befumene umonzakalo omandundu. Abanye aba(3) bonzakele kakhulu abangekaziwa okwangoku nanjengoko iinkonzo zikaxakeka zisazimasa abonzakeleyo. Ukanti abalishumi abonzakeleyo baye babalekiselwa kwisibhedlele saseGcuwa ukuze bafumane unyango oluthe kratya kunye neZiko lezeMpilo loLuntu eDutywa.
Newsletter Subscription
- Advertisement -
King William's Town
overcast clouds
31.9
°
C
31.9
°
31.9
°
21 %
5.7kmh
99 %
Wed
35
°
Thu
14
°
Fri
17
°
Sat
34
°
Sun
23
°

