22.5 C
King William's Town
Monday, May 12, 2025

KULAHLEKE INTOMBAZANA ENEMINYAKA ELISHUMI ELINESIXHENXE (17) UBUDALA

Amapolisa aseKamesh akhangela intombazana eneminyaka elishumi elinesixhenxe (17) ubudala, uLiyema Sibulo, emva kokuba ishiye ikhaya layo akaphinda abuye. Ugqityelwe ukubonwa izolo ngomhla weshumi elinesithathu kweyeSilimela ku 2023 malunga nentsimbi yesibhozo (20:00) xa wayeshiya ikhaya lakhe eThunzi Street, Jo Slovo, Kariega. Xa engazange abuyele ekhaya phezolo, abazali bakhe babika ukuba ulahlekile. Ebenxibe tracksuit eorenji enehoody epinki, ne gown egrey.

Nawuphi na umntu onokuthi ancede amapolisa ngolwazi olunokuthi ancede amfumane, angaqhagamshelana neYunithi yase-Uitenhage yobuNdlobongela kuSapho, uKhuseleko lwaBantwana namaTyala ezeSondo (Family Violence, Child Protection and Sexual Offenses), uMcuphi uKapteni Sone van Dyk ku- 083 234 8126 okanye ngenye indlela ku- 08600 10111.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
22.5 ° C
22.5 °
22.5 °
22 %
4.1kmh
38 %
Mon
22 °
Tue
24 °
Wed
29 °
Thu
28 °
Fri
31 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks