17.2 C
King William's Town
Wednesday, July 17, 2024

Kuphangwa emini kwisibhedlele saseGqeberha

Amapolisa akhangela abarhanelwa abathathu abaphange bexhobe bef’amacala kwisebe lezozobuxhaka-xhaka (IT) kwisibhedlele iLivingstone eGqeberha.

Isithethi samapolisa uKapteni Andre’ Beetge, uthi la madoda mathathu angene kweli sebe emini emaqanda, ze elinye lakhupha umpu.

Uthi bafune izinto zexabiso kubasebenzi, ze babeleka abas’catyana kwindawo yexhwayelo bephethe iiselfowuni ezisixhenxe, iilaptop ezintandathu, kunye neseti yee-ear pod.

UBeetge uthi akukho zimbumbulu zidutyuliweyo kwaye akukho mntu wonzakeleyo ngethuba lesi sehlo.

Amapolisa aseGelvandale aphanda ityala lokuphanga kuxhotyiwe.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
51 %
3.4kmh
100 %
Wed
17 °
Thu
24 °
Fri
20 °
Sat
16 °
Sun
16 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks