Lusuku lokugqibela lokuziswa kwePalamente eluntwini kuMasipala we-BCMM

By Sophumelela Singqotha

Isaqhubeka inkomfa kaMasipala wase BCM nabahlali ngomhla namhlanje (23/10). Lengqungquthela ibiqale ibiqale kwiintsuku ezimbini ezidlulileyo, njenge phulo le Palamente yephondo lweMpuma Koloni yokuzisa Inkonzo, iingxelo eluntwini.

IMAGE: Olwethu Mabhala

Lomsitho ubanjelwe eMonti kwi hotele yodidi oluphezulu eyaziwa ngokuba yi ICC.

Namhlanje kulindeleke ukuba kuqukunjelwe iingxelo neengxoxo nabahlali kunye neenkokheli zika Rhulumente.

 

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.1 ° C
17.1 °
17.1 °
87 %
1.2kmh
94 %
Sun
21 °
Mon
21 °
Tue
23 °
Wed
30 °
Thu
32 °

EZITHANDWAYO INDABA